Hebrews 12:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo ke sibe sinabo oyise benyama yetu abasohlwayayo, saza sabahlonela: sesingayi kuti kakulu ngakumbi ke na silulamele kuye uyise womoya, size sibudle ubomi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo sibe sinabo oobawo benyama okunene besiqeqesha, sabahlonela; asiyi kuthi ngakumbi na sithobele uYise woomoya bonke, sidle ubomi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo sibe sinabo oobawo benyama okunene besiqeqesha, sabahlonela; asiyi kuthi ngakumbi na sithobele uYise woomoya bonke, sidle ubomi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku besifudula sinabo ootata apha emhlabeni, besiqeqesha, kodwa sibahlonipha. Kuyimfuneko ngakumbi ke ukuba simhloniphe ngentobeko lowo ungutata wethu ngokoMoya, khon' ukuze siphile.