Hebrews 13:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukwenza okulungileyo nokwabela abanye ningakulibali: ngokuba utixo ekoliswa ngamadini anjalo kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukwenza okuhle nobudlelane, musani ukukulibala; kuba imibingelelo enjalo uyakholiswa kakuhle yiyo uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukwenza okulungileyo nobudlelane, musani ukukulibala; kuba imibingelelo enjalo uyakholiswa kakuhle yiyo uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Masingaze siyeke ukwenzelana ububele, kuba leyo yeyona minikelo imkholisayo uThixo.