Hebrews 13:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sitandazeleni: ngokuba sinokutemba ukuba sinaso isazeliso esilungileyo, sifuna nje ukuhlala kakuhle ezintweni zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sithandazeleni; kuba sikholosekile kukuthi sinesazela esilungileyo, singa ezintweni zonke singahamba kakuhle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sithandazeleni; kuba sikholosekile kukuthi sinesazela esilungileyo, singa ezintweni zonke singahamba kakuhle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nam ndithandazeleni. Ndiqinisekile ukuba mna andinasazela nganto; kaloku ndisoloko ndinqwenela ukwenza okulungileyo maxa onke.