Hebrews 13:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Imbuko yabasemzini ningayilibali: ngokuba bete ngayo inxenye bazamkela ingelosi bengazazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukukulibala ukubuka iindwendwe; kuba ngokwenjenjalo inxenye ibuke izithunywa zezulu, ingazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukukulibala ukubuka iindwendwe; kuba ngokwenjenjalo inxenye ibuke izithunywa zezulu, ingazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zenzeleni ububele emakhaya iindwendwe. Ngokwenjenjalo abanye abantu kwathi kanti babuka izithunywa zezulu bengaqondi.