Hebrews 13:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yazini ukuba umzalwana wetu u‐Timote ukululwe: endiya kuti, ukuba uyafika kamsinyane, ndize naye ukunibona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yazini ukuba umzalwana wethu uTimoti ukhululwe; endothi, xa angaba uthe wafika kamsinya, ndinibone ndinaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yazini ukuba umzalwana wethu uTimoti ukhululwe; endothi, ukuba uthe wafika kamsinya, ndinibone ndinaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umhlobo wethu uTimoti ukhululwe entolongweni. Ndiza kuza naye apho ukuba ukhawuleze wafika.