Hebrews 2:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
esiti: Ndoshumayela igama lako kubazalwana bam; pakati kwentlanganiso ndovuma amaculo kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
esithi, Ndiya kulixela igama lakho kubo abazalwana bam.Ndivume phakathi kwebandla elokudumisa wena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Esithi, Ndiya kulazisa igama lakho kubo abazalwana bam, Ndivume kuwe indumiso phakathi kwebandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
apho athi: “Ndolivakalisa, Thixo, igama lakho kubantakwethu; ndikudumise esidlangalaleni sabantu bakaThixo.”