Hebrews 2:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakanjako: Ndoba nditembela kuye. Nakanjako: Bona ke mna nabantwana endibapiweyo ngutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abuye athi, Ndiya kukholosa ngaye. Abuye athi, Yabona, mna nabantwana andinike bona uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abuye athi, Ndiya kukholosa ngaye. Abuye athi, Yabona, mna nabantwana andinike bona uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uphinda athi: “Ndilibeka kuThixo ithemba lam;” aze aphinde athi: “Ndim lo, ndikunye nabantwana andinike bona uThixo.”