Hebrews 2:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
akulule abo abebete ngokwoyika ukufa babanjelwa ebukobokeni lonke ixesha lokudla kwabo ubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
abakhulule ebukhobokeni bonke abo babethe ngalo lonke ixesha lokudla kwabo ubomi bazizisulu zokoyika ukufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
abakhulule ebukhobokeni bonke abo babethe ngalo lonke ixesha lokudla kwabo ubomi bazizisulu zokoyika ukufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngale ndlela ke wabakhulula abantu nakwiimbophelelo zokoyika ukufa ababephantsi kwazo bonke ubomi babo.