Hebrews 2:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ekokubeni avile intlungu yena ngokwake akulingwa, angabasiza abo balingwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ekubeni eve ubunzima, ehendiwe naye ngokwakhe, unako ukubasiza abahendwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ekubeni eve ubunzima, ehendwa naye ngokwakhe, unako ukubasiza abahendwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yena nanjengamntu oselephumelele ebunzimeni bokulingwa, unako ukubanceda abo basalingwayo.