Hebrews 2:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NGOKUBA engalibekanga pantsi kwazo ingelosi ilizwe eliza kuza, elona siteta ngalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba akalithobelanga phantsi kwezithunywa zezulu elimiweyo eliza kubakho, eli sithetha ngalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku akalithobelanga phantsi kwezithunywa zezulu elimiweyo eliza kubakho, eli sithetha ngalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo kaloku akalinikanga izithunywa zakhe igunya lokulawula ilizwe elizayo – ngumxholo esithetha ngawo ke lowo.