Hebrews 3:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndada ndafunga emsindweni wam ukuti: Abasayi kungena ekupumleni kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengoko ndafungayo, ndinengqumbo, Ndathi, Unakanye ukuba bokha bangene ekuphumleni kwam!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ndafunga ndinomsindo, ndathi, Abayi kungena ekuphumleni kwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Futhi ndada ndafunga ndinomsindo, ndathi: Abasoze bangene ekuphumleni kwam.’ ”