Hebrews 3:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko yalanani imihla ngemihla, nxa kusabizwayo ngokuti ngumhla wanamhla; ukuze kungabiko mntu wakuni owenziwa lukuni ngenkohliso yesono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
manivuselelane imihla ngemihla, xa kusathiwa kunamhla, ukuze kungabikho mntu kuni wenziwa lukhuni kukulukuhla kwesono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
manivuselelane imihla ngemihla, xa kusathiwa kunamhla; ukuze kungabikho mntu kuni wenziwa lukhuni kukulukuhla kwesono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke, ngoku kusathiwa “namhlanje,” khuthazanani yonke imihla, ukuze kungabikho mntu uqaqadekiswa ngumtsalane wesono.