Hebrews 3:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba singabamamkeleyo u‐Kristu, xeshekweni kambe isiqalo sokwomelela kwetu sisibambayo siqinisekile kude kube sekupeleni:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba siba ngamabelana ngoKristu, ukuba sithe ingqalo yokukholosa kwethu sayibamba ngokuthe nkqi, sada sesa ekupheleni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku siba ngamabelana ngoKristu, ukuba sithe ingqalo yokukholosa kwethu sayibamba ngokuthe nkqi, sada sesa ekupheleni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nathi sinobudlelane noKrestu, xa sinamathele kwada kwasekupheleni kwisivumo sethu.