Hebrews 3:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Pofu bebengobanina abati bakuva bacapukisa? bebengengabo na bonke kanti abapumayo e‐Jipete ngo‐Mosesi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bathe abathile, bevile, bacaphukisa, phofu ingengabo bonke abo baphumayo eYiputa ngoMoses.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abathile, bevile, bacaphukisa, phofu ingengabo bonke abo baphumayo eYiputa ngoMoses.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
zibhekisa kubani? Ngoobani abo bevayo kodwa bagwilika? Kaloku ngabo babephuma eJiputa bekhokelwa nguMosis.