Hebrews 3:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngoko, njengokuba esiti umoya oyingcwele, Namhla nje, nakuliva ilizwi lake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Endithi ke, njengoko atshoyo uMoya oyiNgcwele, Namhla, ukuba nithe naliva ilizwi lakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke, njengoko atshoyo uMoya oyiNgcwele, ukuthi, Namhla, ukuba nithe naliva ilizwi lakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungoko ke noMoya oyiNgcwele atshoyo ukuthi: “Nakuliva ilizwi lakhe namhlanje,