Hebrews 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Masoyike ngoko hleze kekuti, idinga lokungena ekupumleni kwake li si shiyelwa nje, kubeko umntu wakuni onga akafikeleli kuko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Masoyike ngoko, hleze kuthi ekubeni kusasele idinga lokungena ekuphumleni kwakhe, kubekho bani kuni ungathi asilele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Masoyike ngoko ke, hleze kuthi, xa lithe lalisakho idinga lokungena ekuphumleni kwakhe, kubekho namnye kuni ongathi usilele kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke lumkani, hleze abanye benu baphoswe, kuba sisemi kaloku isithembiso sokungena ekuphumleni noThixo.