Hebrews 4:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lowo ungenileyo ekupumleni kwake, ute yena naye wapumla emisebenzini yake, kwa njengokuba utixo wapumla kweyake. —
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba lowo ungeneyo ekuphumleni kwakhe, naye ngokwakhe uphumle kuyo imisebenzi yakhe, njengoThixo kweyeyakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba lowo ungeneyo ekuphumleni kwakhe, naye ngokwakhe uphumle kuyo imisebenzi yakhe, njengoThixo kweyeyakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabani na kaloku ongenayo ekuphumleni noThixo, uyaphumla kwimicimbi yakhe, njengoko noThixo waphumlayo kweyakhe.