Hebrews 4:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Masiti ngoko sinxamele ukungena kokuya ukupumla; ukuze kungabiko mntu owayo ngawo lowo wona umlinganiso wokungeva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Masikhuthalele ngoko ukungena koko kuphumla, ukuze kungabikho namnye ubuya eyele kwakuloo mzekelo wokungeva.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Masikhuthalele ngoko ukungena koko kuphumla, ukuze kungabikho namnye ubuya eyele kwakuloo mzekelo wokungeva.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke masizimisele ukuya kuphumla noThixo. Makungabikho bani ungathobeliyo, hleze naye aphulukane nokuphumla njengoko baphoswayo kuko ngenxa yokungeva kwabo.