Hebrews 4:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Masiti ngoko sisondele kuyo iterone yofefe sinokalipo, ukuze silamkele itaṙu, silufumane ufefe kuze kusizwe ngexesha elifanelekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Masisondlele ke ngoko sinokungafihlisi kuyo itrone yobabalo, ukuze samkeliswe inceba, sifumane ubabalo lokusiza ngexesha elililo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Masisondele ke ngoko sinokungafihlisi kuyo itrone yobabalo, ukuze samkeliswe inceba, sifumane ubabalo lokusiza ngexesha elililo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Masisondele ke ngoko singenadyudyu apho ahleli khona esihlalweni sokulawula uThixo wethu onenceba; apho sakwenzelwa khona ububele nesisa, sincedakale ngoku kuselithuba.