Hebrews 4:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nati sishunyayeziwe indaba ezilungileyo ngako, kwa njengabo; koko ilizwi lokushunyayelwa kwako belingabancedanga bona, lingamanyiwe nenkolo nje kwabo ba li vayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba sizishunyayeziwe iindaba ezilungileyo kwanjengabo;lathi kodwa ilizwi lodaba, lingadibananga nje nokholo kwabo balivayo, alabanceda nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba sizishunyayeziwe iindaba ezilungileyo kwanjengabo; kodwa lona ilizwi lodaba lingadibananga nje nokholo kwabo balivayo, alabanceda nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nathi iindaba ezimnandi sizivile, kanye njengabo. Kodwa bona olu daba alubenzelanga nto, kuba abo baluvileyo abalwamkelanga ngokholo.