Hebrews 4:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Yoshuwa ukuba wabanika ukupumla, ngeeba engateti ngomnye umhla emveni kwezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uYoshuwa, ukuba ubebaphumzile, ange engabuyanga athethe ngawo omnye umhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uYesu, ukuba ubebaphumzile, ange engabuyanga athethe ngawo omnye umhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukuba uYoshuwa wabafikisa ekuphumleni, ubengathini uThixo emva koko ukuthetha ngomnye umhla?