Hebrews 5:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nangenxa yabo obu ufanelwa kukuti, njengokuba esenz ela abantu, kwa njalo azenzele naye ngokwake iminikelo ngenxa yezono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yabo ke ufanelwe kukuthi, njengokuba esondezela abantu, kwangokunjalo azisondezele amadini ngenxa yezono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoko ke ufanelwe kukuthi, njengokuba esondezela abantu, kwangokunjalo azisondezele amadini ngenxa yezono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yaloo nto ke umelwe kukunikela amadini okungxengxezela izono zakhe kwakunye nezabantu.