Hebrews 6:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa siyakanuka ukuba niti nonke ngabanye olo lona uku̔talo nilubonakalisele ukuqiniswa okuzalisekileyo kwetemba kude kube sekupeleni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sinqwenela ke, ukuba ulowo kuni alubonakalalise kwaolo lukhuthalo, asingise kwinzaliseko yethemba, ade ase ekupheleni, ukuze ningabi ngababuthuntu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sinqwenela ke, ukuba ulowo kuni alubonakalalise kwaolo lukhuthalo, asingise kwinzaliseko yethemba, ade ase ekupheleni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umnqweno wam kukuba nonke ngabanye ninga ningaqhubela phambili, nilubonakalisa olo langazelelo, lide lizaliseke ithemba lenu.