Hebrews 6:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba utixo akumbekela u‐Abrahame idinga, ekubeni bekungeko namnye omkulu kuye angamfungayo, wazifunga kwa yena,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba wathi uThixo, akumbeka ngedinga uAbraham, ekubeni bekungekho namnye umkhulu kunaye angamfungayo, wazifunga yena,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wathi uThixo, akumbeka ngedinga uAbraham, ekubeni bekungekho namnye umkhulu kunaye angamfungayo, wazifunga yena;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo xa wayesenza isithembiso kuAbraham wazifunga kwayena; kaloku kwakungekho bani mkhulu kunaye wayengamfungayo.