Hebrews 6:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Owayete ngoko utixo, efuna ukunga angababonisa abazindlalifa zokubekiweyo ngedinga kakulu ngakumbi ukungaguquleki kwecebo lake, walamla ngesifungo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ngoko uThixo, enga angathi ngokukhona kugqithiseleyo akubonakalalise kwiindlalifa zedinga ukungaguquleki kwecebo lakhe, wasuka walamla ngesifungo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ngoko uThixo, athe wathi, ethanda kakhulu ukukubonakalalisa kwiindlalifa zedinga ukungaguquleki kwecebo lakhe, wasuka wakwenza ngesifungo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NoThixo ke, xa wayefuna ukucacisela iindlalifa zesithembiso sakhe ukungaguquki kwenjongo yakhe, wasebenzisa isifungo.