Hebrews 6:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kunqabele abo babekanyisiwe kanye, beva upiwo lwasezulwini, baba ngabamkeleyo umoya oyingcwele,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba abo bakha bakhanyiselwa, basiva isipho sasemazulwini, baba ngamadlelana ngoMoya oyiNgcwele,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba akunakwenzeka ukuba abo bakha bakhanyiselwa, basiva isipho sasezulwini, baba nesabelo kuMoya oyiNgcwele;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu ababekhe balungcamla ukhanyiselo, basiva isipho sasezulwini, baba nenxaxheba kuMoya oyiNgcwele, bakuva nokulunga kwelizwi likaThixo namandla ephakade elizayo, baza ke bakreqa, kungangenkankulu ukuba babuye baguqulwe. Kaloku kwabona baphinde bamxhoma uNyana kaThixo, bamenza isigculelo nentlekisa.