Hebrews 7:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubuperisite buguqulwa nje, kufanelekile ukuba kube kukuguqulwa kwomteto nawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, ububingeleli baguqulwa nje, kufuneka ukuba kuguqulwe nomthetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ububingeleli baguqulwa nje, kufuneka ukuba kuguqulwe nomthetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ukuguqulwa kobubingeleli kuveze imfuneko yokuba uguqulwe nomthetho.