Hebrews 7:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lowo ezizinto zitetwa ngaye engowesimbi isizwe, ekungeko mntu wakuso okonzileyo esibingelweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba lowo, zithethwa ngaye ezi zinto, waye engowasizwe simbi, ebekungekho namnye kuso ubesinyamekele isibingelelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba lowo, zithethwa ngaye ezi zinto, engowasizwe simbi, ebekungekho namnye kuso ubesinyamekele isibingelelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uYesu, lo kuthethwa ngaye apha, uphuma kwenye indlu, apho kungekho mntu wakha walungiselela eqongeni lamadini.