Hebrews 7:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba umteto ungafezekisanga luto; kodwa kuko ukungeniswa kwetemba elilungileyo ngakumbi, esiti ngalo sisondele kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
(kuba umthetho lowo awuzalisanga nto); ke kungeniswe phezu kwawo elona themba lilungileyo; esisondela ngalo kuye uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku umthetho lowo awuzalisanga nto; ke kungeniswe phezu kwawo elona themba lilungileyo; esisondela ngayo kuye uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umthetho kaMosis ubungakwazi kusulungekisa nto. Ngoku ke kuvezwe ithemba elingcono elisisondezayo kuThixo.