Hebrews 7:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa ngokunjalo u‐Yesu wenziwe umbambisi wocebano olulungileyo ngakumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngangoko ke uYesu waba ngummeli wowona ulungileyo umnqophiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngangoko ke uYesu waba ngummeli wowona ulungileyo umnqophiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uYesu usisiqinisekiso somnqophiso ongcono.