Hebrews 7:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kukona angati kanjalo agqibele ukusindisa abo bezayo ngaye kutixo, kuba ehleli amaxesha onke ukubatetelela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko unako nokubasindisa kanye abo bezayo ngaye kuThixo, ehlala ehleli nje ukuba abathethelele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko unako nokubasindisa kanye abo bezayo ngaye kuThixo, ehlala ehleli nje ukuba abathethelele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esi sisizathu esibangela ukuba abe nako ukubasindisa ngokupheleleyo abo beza ngaye kuThixo, njengoko ehlala ehleli ebathethelela.