Hebrews 7:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba umteto ubamisa abantu benobutataka ukuba ngabaperisite abakulu; kodwa ilizwi lesifungo, esibe sisemveni kwomteto, liyamisa unyana, efezekisiwe kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umthetho umisa abantu benobulwelwe, babe ngababingeleli abakhulu; ke lona ilizwi lesifungo, esingasemva komthetho, limise uNyana, egqibelele ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umthetho umisa abantu abanobulwelwe, babe ngababingeleli abakhulu; Ke lona ilizwi lesifungo, esingasemva komthetho, limise uNyana, ongcwaliswe ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umthetho kaMosis wona umisela abantu ababuthathaka ukuba babe ngababingeleli abakhulu. Kodwa sona isithembiso sikaThixo esinesifungo – eso sifike emva komthetho – simisele uNyana ohlala esulungekile nanini nanini.