Hebrews 7:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Gqalani ke ukuba umkulu kangakanana lo mntu, okuye u‐Abrahame ubawo omkulu wanika kwa isiqingata seshumi kuwo amaxoba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonani ke ukuba mkhulu kwalowo, wathi uAbraham umawokhulu wamnika nesishumi emaxhobeni, awona alinqatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khangelani ke ngoko ukuba mkhulu kwalo mntu, awathi uAbraham usolukazi wamnika isishumi samaxhoba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kucacile ke ukuba mkhulu, kuba nokhokho wethu uAbraham wanikela isishumi samaxhoba kuye.