Hebrews 7:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa lowo ungabalelwayo ukuba uvela kubo, utabatile izishumi ku‐Abrahame, watamsanqela lowo ubenawo amadinga:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa yena, ongenamlibo wakuzalwa uphumayo kubo, ubange isishumi kuAbraham, wasikelela lowo unamadinga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa yena, ongenamlibo wakuzalwa uphumayo kubo, ubange isishumi kuAbraham, wasikelela lowo unamadinga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMelkizedeki akayiyo inzala kaLevi, kodwa nakuba kunjalo wathatha isishumi kuAbraham, waza wamsikelela; ngoko ke wasikelela umntu owanikwa izithembiso nguThixo.