Hebrews 7:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo apa bayatabata izishumi abantu ababubayo; kodwa apo uyazitabata onqi̔nelwayo ukuba uhleli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo apha okunene ngabantu abanokufa, abathabatha isishumi; kodwa khona apho ngongqinelweyo ukuba udla ubomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo apha okunene ngabantu abanokufa, abathabatha isishumi; kodwa khona apho owamkelayo, ngongqinelweyo ukuba uhleli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokwesiko lababingeleli izishumi zithathwa ngabantu abafayo, kanti ke yena uMelkizedeki uthathe izishumi engongqinelwa *naziziBhalo ukuba ungophilayo.