Hebrews 7:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako, ukuba ndingaba nokutsho, ute no‐Levi, ozamkela izishumi, wanika izishumi ngaye u‐Abrahame:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukutsho ke ndithi, kubangwe ngoAbraham isishumi nakuLevi, lo wamkelayo izishumi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukutsho ke ndithi, kubangwe ngoAbraham isishumi nakuLevi, lo wamkelayo izishumi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke singatsho ukuthi uLevi, nakuba zinikwa yena nje izishumi, kodwa wanikela izishumi ngoAbraham.