Hebrews 8:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kuba netaṙu kuko ukungalungi kwabo, nezono zabo nezigqito zabo andisayi kubuya ndizikumbule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndiya kukuxolela ukungalungisi kwabo, Nezono zabo, nokuchasa kwabo umthetho, ndingabi sakukhumbula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ndiya kukuxolela ukungalungisi kwabo, Nezono zabo, nokuchasa kwabo umthetho, ndingabi sakukhumbula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kubenzela inceba kwizikreqo zabo, ndingabi sazikhumbula iziphoso zabo.’ ”