Hebrews 8:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba yena ukuba ebeko emhlabeni, ngeengabi engumperisite nakanye, sebeko nje abaperisite abanikelayo iminikelo ngokwomteto;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba okunene, ukuba ebesemhlabeni, ubengayi kukha abe mbingeleli, bekho nje ababingeleli abayisondezayo iminikelo ngokomthetho:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, ukuba ubelapha emhlabeni, ubengayi kuba ngumbingeleli, ekubeni kukho ababingeleli abanikela izipho ngokomthetho:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ubelapha emhlabeni, ubengayi kuba ngumbingeleli konke. Kaloku apha bakho ababingeleli abanikela izipho ngokumiselwa ngumthetho kaMosis.