Hebrews 8:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba olo lwokuqala ukuba belungenanto yokweyiwa, ngekungafunelwanga olwesibini indawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, ukuba ubungenakusoleka lowo wokuqala, ubungayi kufunelwa ndawo owesibini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, ukuba ubungenakusoleka lowo wokuqala, ubungayi kufunelwa ndawo owesibini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ubungenagxeke umnqophiso wokuqala, bekungayi kubakho mfuneko yokuba ithathwe ngomnye indawo yawo.