Hebrews 9:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nalo olwokuqala ke lwalunezimiselo zesikonzo, nendawo eyingcwele yasemhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ngoko nowokuqala umnqophiso wawunezimiselo zombuso, kwanendawo engcwele yehlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko nowokuqala umnqophiso wawunezimiselo zombuso, kwanendawo engcwele yehlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umnqophiso wokuqala wawunemimiselo eyayenzelwe unqulo. Wawunaso nesicamagushelo esasenziwe ngabantu.