Hebrews 9:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba igazi lenkabi nebokwe, notutu lwetokazi lufefa abanco̔lileyo, ukuba oku kuyahlanza kube kukuhlanjululwa kwenyama;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, ukuba igazi leenkomo neleebhokhwe, nothuthu lwethokazi olufefa abaziinqambi, lungcwalisela ekuhlambululeni inyama:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, xa igazi leenkomo neleebhokhwe, nothuthu lwethokazi olufefa oyinqambi, lungcwalisela ekuhlambululeni inyama;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba kaloku kwakusenzeka ukuba abantu bahlanjululwe izisihla ngokutshizwa ngegazi leebhokhwe neleenkomo nangothuthu lwethokazi,