Hebrews 9:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba apo sikona isiyolelo, kufanelekile ukuba kuhle ukufa kwomyoleli:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba apho kukhoyo umnqophiso womyoleli, kufuneka ukuba kucace ukufa kwalowo unqophisileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba apho kukhoyo umnqophiso womyoleli, kufuneka ukuba kucace ukufa kwalowo unqophisileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke, apho kukho umyolelo kufuneka icace into yokuba umyoleli ufile.