Hebrews 9:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba isiyolelo siqinisekile bakuba abantu befile; ekubeni singaki sibe namandla okuya asahleli umyoleli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umnqophiso uqiniseka bakuba befile, ekubeni ungaze ube namandla xenikweni asadla ubomi lowo unqophisileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku umnqophiso uqiniseka bakuba befile, okanye awuba namandla xenikweni asadla ubomi umyoleli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umyolelo awusebenzi xa esaphila umyoleli; kuphela usebenza akuba efile.