Hebrews 9:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba itabanakele ibilungisiwe, eyokuqala, ekuyo bekuko ikandelare, netafile, nezonka zokubonakala; e‐kutiwa yeyingcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kwakhiwa umnquba lowo. Igumbi lokuqala lalinesiphatho sezibane, kwanetafile, nesiboniso sezonka; lona kuthiwa yingcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kwakhiwa umnquba lowo, elokuqala lalinesiphatho sezibane, kwanetafile, nesiboniso sezonka; ebizwa ngokuba yingcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku kwakukho intente eyenziweyo; igumbi layo lokuqala kwakusithiwa yindawo engcwele. Kulo kwakukho indawo yokubeka isibane, kukho netafile, kunye nesonka esinikelwe kuThixo.