Hebrews 9:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nayo itabanakele, nazo zonke impahla zesikonzo, wazifefa ngegazi kwa ngokunjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nomnquba ke, nazo zonke iimpahla zombuso, wazifefa ngokunjalo ngegazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nomnquba ke, nazo zonke iimpahla zombuso, wazifefa ngegazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangokunjalo wayifefa intente ababekhonzela kuyo, nazo zonke izitya ezazisetyenziswa kuyo.