Hebrews 9:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako njengokuba kumiselwa abantu bafe kube kanye, nasemveni kwoko kubeko ukugwetywa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kwanjengokuba ke abantu bemiselwe ukuba bafe kube kanye, ize ke emveni koko ibe ngumgwebo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwanjengokuba ke abantu bamiselwe ukuba bafe kube kanye, ize ke emveni koko ibe ngumgwebo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ngamnye ufa kube kanye, emva koko agwetywe.