Hosea 10:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iya kwenje njalo kuni i‐Betele ngenxa yenkohlakalo yenu enkulu: kusasa wonqanyulwa kanye ukumkani wo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iya kwenjenjalo kuni iBheteli, ngenxa yobubi bezinto zenu ezimbi; kwangesifingo uya kusingelwa phantsi aphele ukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iya kwenjenjalo kuni iBheteli, ngenxa yobubi bezinto zenu ezimbi; ngomso uya kuqalekiswa ukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bantundini baseBhetele, nakuni kuya kuba njalo ngenxa yobukhulu benkohlakalo yenu. Ewe, ukuthwasa kwaloo mini ukumkani kaSirayeli wotshabalala.