Hosea 10:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenyaniso baya kuti ngoku: Asinakumkani; ngokuba singamoyiki uyehova: ukamkani ke, wosenzela nto nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ewe, ngoku baya kuthi, Asinakumkani; kuba asimoyikanga uYehova; nokumkani lowa, uya kusenzela ntoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ngoku baya kuthi, Asinakumkani, kuba asimoyikanga uYehova; uya kusenza ntoni na ukumkani?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ngoku baza kuthi: “Thina asinaye ukumkani, kuba kaloku asimhloneli uNdikhoyo. Ukuba besinaye ke, angasenzela ntoni ukumkani?”