Hosea 10:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa lona liya kusiwa e‐Asiriya, libe libaso kukumkani opikayo: u‐Frayime wozuza idano, no‐Sirayeli wodanela elake icebo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Liya kusiwa eAsiriya nalo, libe ngumnikelo kukumkani uYarebhi; uEfrayim uya kubanjwa kukudana, adane uSirayeli ngenxa yecebo lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Liya kusiwa eAsiriya libe ngumnikelo kukumkani uYarebhi; uya kudana uEfrayim, abe neentloni uSirayeli ngenxa yecebo lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loqweqwediselwa eAsiriya; liya kuba ngumrhumo kukumkani uYarebhi. UEfrayim uya kuhlaziswa, uSirayeli abe neentloni ngecebo lakhe.