Hosea 10:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
I‐Samariya ukumkani wayo unqanyulwe; unjengeceba pezu kwobuso bamanzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke elakwaSamari, ukumkani walo udakile, unjengeceba phezu kwamanzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke elakwaSamari, ukumkani walo udakile, njengegwebu phezu kwamanzi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani waseSamariya wonqanyulwa; wothi shwaka ngathi luluthi emanzini.